CAT oral powerpoint presentation - Task 5 Grade 12 Exam Structure (1st September) Prelim 2022 Paper 1 A. Comprehension 30 B. Summary 10 C. Poetry 30 (Uthando, Uyintoni na umntu + unseen) D. Grammar 30 -izivumelanisi (concords) -isinye / isinini (singular/plural -izenzi –uhlobo loqhubeko (participial) -uhlobo lolandelelwano (subjunctive) -uhlobo lokuyalela (commands) Izixando (verbal extensions and negatives) Isenziwa (passive and negatives) Amaxesha (elizayo, elidlulileyo, ebelidlula, aladlulayo, elalidlulayo) nezilanduli zala maxesha. Intetho-ngo, ingxelo-ntetho (direct and indirect speech) Izimnini (possessives) Izibanjalo (copulatives) Izikhombisi (demonstratives) Izimelabizo zoqobo (absolute pronouns) Izifanekisozwi Izikhuzo Izithetha-ntonye Izinciphiso Isini Paper 2 ICANDELO A Nyana Wam! Nyana Wam! Imibuzo emifutshane 1. Imihlomlo (70) 2. 3. 4. 5. 6. 7. 8. 9. Isimo sentlalo Isimo sabalinganiswa Imfundiso Contextual questions Khetha impendulo efanelekileyo (ingavela nakwesiphina isahluko) Yinyani okanye asiyonyani (ingavela nakwesiphina isahluko) Incoko: Phakathi kwabalinganiswa. Isincoko (Iziganeko = events, imixholo (imihlathi emide) ICANDELO B Imihlathi emide (30) 20 Ukubhala: 150- 200 amagama Ileta yobuhlobo OKANYE Ileta yoburhulumente OKANYE Imeliye OKANYE Intetho (You choose 1 topicr from Imihlathi emide) Imihlathama emifutshane Khetha umbuzo ubemnye - Choose 1 topic Ukubhala: 120- 150 amagama Isimemo - Invitation A book or film review Recipe & Menu 10 Advert (You choose 1 piece from imihlathana emifutshane) Ziqhelanise nesigama kwezi zihloko (Themes) 1. 2. 3. 4. Ukutya nempilo Imiba yolutsha (Iziyobisi, uthando, ubuhlobo) Ukubaluleka kwemfundo Amakhasi ezonxibelelwano